1 Kwabasekorinte 10:23 Ibhayibhile (XHO96)

“Sivumelekile ukwenza nayiphi na into,” kukho abatshoyo. Ewe kunjalo kambe, kodwa azilunganga zonke izinto. Ewe: “Sivumelekile ukwenza nayiphi na into,” kodwa izinto azakhi zonke.

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:19-24