1 Kwabasekorinte 1:20 Ibhayibhile (XHO96)

Xa kunjalo ke ziphi na izilumko, ziphi na iingqondi, ephi na wona amaciko eli hlabathi? Kaloku uThixo ubonakalisile ukuba ubulumko beli hlabathi bubudenge.

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:15-22