1 Kwabasekorinte 1:10 Ibhayibhile (XHO96)

Egameni leNkosi yethu uYesu Krestu ndiyanibongoza, mawethu, ukuba nivane, nithethe nto-nye, kungabikho zimbambano phakathi kwenu. Manyanani nibe luqilima, nimxhelo mnye, ninazimvo zinye.

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:1-14