1 Kutimoti 5:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ungaze uthethe rhabaxa nomntu omdala kunawe. Thetha naye ngokungathi uthetha noyihlo. Abafana abanganeno kuwe bathathe njengabaninawe,

2. abafazi abadala njengonyoko. Phakathi kwabafazana ziphathe nyulu njengakoodade wenu.

1 Kutimoti 5