15. Kodwa ke ukuba ndibambezelekile woyifunda kule leta indlela abafanele ukuziphatha ngayo abantu endlwini kaThixo, ibandla likaThixo ophilayo, intsika exhasa inyaniso.
16. Inkulu ngokungenambaliso imfihlelo yonqulo lwethu. Kaloku uKrestu Yesu:Wavela ngesimo sobuntuwaza wangqinelwa nguMoya,wabonwa zizithunywa zezulu.Washunyayelwa ezizweni,wamkelwa lihlabathi,waza wawongwa ezulwini.