1 Kutimoti 2:12-14 Ibhayibhile (XHO96)

12. Andimvumeli ukuba abe ngumfundisi; andithandi nokuba aphathe amadoda; hayi, makathi cwaka.

13. Andithi kanene nguAdam owadalwa kuqala, kwaza kwalandela uEfa?

14. AsingoAdam owakhohliswayo, yaba ngumfazi owavuma inkohliso, waza wawa esonweni.

1 Kutimoti 2