1 Kayohane 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

Umntu ongumoni ufuze uSathana, yena wonayo kwasekuqaleni. UNyana kaThixo ke wezela kanye into yokuba abhangise umsebenzi kaSathana.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:5-14