1 Kayohane 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke lowo umanyene noKrestu uyazilumla esonweni. Lowo ungazilumliyo esonweni akakamboni uKrestu, engazani nokwazana naye.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:1-16