1 Kayohane 2:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke yena olithobelayo ilizwi lakhe, uthando lukaThixo luyondelelene kuye. Nantsi ke into ecacisa ukuba simanyene noThixo:

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:3-11