1 Kayohane 2:19 Ibhayibhile (XHO96)

Aba bantu bakreqa apha kuthi, kuba babengekho ngakuthi kakade; kaloku ukuba babengakuthi ngebabengakreqanga. Ke kaloku basishiyile, khon' ukuze kucace ukuba babengengabo abethu ncam.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:9-20