1 Kasamweli 28:24-25 Ibhayibhile (XHO96) Loo mfazi wakhawuleza waxhela ithole elondlekileyo awayenalo emzini wakhe; wathatha umgubo, waxova, wenza isonka