1 Kasamweli 28:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kuthe akuvela uSamweli, wakhala ngamandla loo mfazi, wathi kuSawule: “Kutheni undikhohlisa nje? Inguwe nje ukumkani uSawule!”

1 Kasamweli 28

1 Kasamweli 28:2-13