1 Kasamweli 28:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mihla amaFilistiya ayeqokelele amabutho, eza kulwa namaSirayeli. Ukumkani uAkishe wabhekisa kuDavide wenjenje: “Uzuqonde mhlophe ukuba wena namadoda akho niza kulwela mna kule mfazwe!”

1 Kasamweli 28

1 Kasamweli 28:1-10