1 Kasamweli 17:58 Ibhayibhile (XHO96)

USawule wambuza wathi: “Uyinto kabani, mfo wam?”Wathi uDavide: “Ndingunyana wesicaka sakho uJese waseBhetelehem.”

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:49-58