1 Kapetros 5:2 Ibhayibhile (XHO96)

Waluseni umhlambi kaThixo eniphakathi kwawo. Lo msebenzi ke sanukuwenza kuba ninyanzelekile, koko wenzeni nizimisele, njengoko noThixo ethanda njalo. Sanukusebenza kuba nincwase inzuzo, koko sebenzani ngokuzinikela.

1 Kapetros 5

1 Kapetros 5:1-6