1 Kapetros 5:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoncedo lukaSilas, ikholwa elithembekileyo njengoko ndiqonda, ndinibhalele le ncwadana ndinikhuthaza. Ngokunjalo ndiyangqina ukuba esi sisisa sikaThixo ngenene. Ngoko ke yimani kuso ningahexi.

1 Kapetros 5

1 Kapetros 5:4-14