1 Kapetros 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ngokukwanjalo ke amakhosikazi makawalulamele amadoda awo. Amanye amadoda angekakholwa, xa ebona ukuziphatha kakuhle kwamakhosikazi, angazibhaqa selekholwa engakhange awuvule umlomo wona amakhosikazi.

2. Ukunyaniseka kwawo, nenzondelelo yawo, iya kuzibonakalisa.

1 Kapetros 3